Prolific Methodist Hymn Writers – Rev. E.J. Mqoboli ‘s hymns include:
Hymn 19 – Ubukhulu bakho Thixo:
Ubukhulu baKho Thixo;
Buya bonwa lizwe lonke;
Ubulumbo bakho Thixo,
Buyaziwa ziinto zonke.
Hymn 35 – Umntu uyini na Nkosi
Hymn 101 – Siphe ubungqina Nkosi
Hymn 147 – Buyani buyani
Hymn 175 – Ndiza ndingento yalutho
Hymn 292 – Nkosi sibulela kuWe
Nkosi sibulela kuWe
Ngentobeko yetho yonke;
Ngenxa yale Sakramente
Ebubomi baKho bonke.
Hymn 318 – Silapha thina bafazi
Hymn 337 – Ndisondela kuWe
Hymn 363 – Sikelela isithebe
Hymn 382 – Phulaphula isithonga
Hymn 389 – Sondelani bantu nonke
Hymn 393 – Nkosi enenceba
Prolific Methodist Hymn Writers – Rev. W Jijana’s hymns include:
218 – Ndingenal’uthando
226 – Akukho kugwetywa;
258 – Jerusalem, ikhaya lam
Jerusalem ikhaya lam
Endilithandayo
Wofezwa nin’umzamo wam?
Ze ndiphumhle kuwe.
Ndiya kulangazelela;
Jerusalem entsha;
Imizamo yam yophela
Ndakufika kuwe. Amen
309 – Nika abakhonzi bakho
314 – Yilwani imfazwe
Yilwani imfazwe!
Idabi lokholo.
Xhobani zonk’ izixhobo
Zomkhosi kaThixo!
400 – Andikuzincholisa;
401 – Iziqhamo zotywala)